Isityalo. Inkathalo. Ukukhula: Ingxelo yoNyaka ka-2012

Sifezekise okuninzi ngo-2012. Ukuba ufuna ukufunda ngakumbi malunga nesikwenzileyo kunye nendlela onokunceda ngayo ukwenza umahluko kwindawo ohlala kuyo, funda ingxelo yethu entsha yonyaka.

Senze okuninzi ngo-2012!